uYohane 20:27-28

uYohane 20:27-28 CXB24

Aze athi kuTomas, Ethe apha umnwe wakho, uzibone izandla zam; khawusondeze apha isandla sakho, usifake ecaleni lam; musa ukuba ngongakholwayo, yiba ngokholwayo. Waphendula uTomas, wathi kuye, Nkosi yam, Thixo wam!

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne uYohane 20:27-28