uYohane 17:22-23

uYohane 17:22-23 CXB24

Uzuko owandinika lona, ndilunike bona; ukuze babe banye, njengokuba thina sibanye; mna ndikubo, wena ukum, ukuze babe ngabazalisekileyo ntweni-nye; ukuze liqonde ihlabathi ukuba wena undithumile, wabathanda, njengokuba wandithandayo nam.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne uYohane 17:22-23