Mna ndiya kucela kuBawo, aze aninike omnye uMthetheleli, ukuze ahlale nani ngonaphakade. uMoya wenyaniso; lowo ihlabathi lingenako ukumamkela, ngokuba lingamboni, lingamazi nokumazi, ngokuba uhleli nani, kanjalo uya kuba kuni.
Funda uYohane 14
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uYohane 14:16-17
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo