Wathi uYehova, Isilumko masingaqhayisi ngobulumko baso, igorha malingaqhayisi ngamandla alo, nesityebi masingaqhayisi ngobutyebi baso. Oqhayisayo ke makaqhayise ngako oko, ukuze andicacisele, endazi mna ukuba ndinguYehova, owenza inceba, nesiko, nobulungisa, ehlabathini; kuba ndiyakholiswa koku,” utsho uYehova.
Funda uYeremiya 9
Share
Compare All Versions: uYeremiya 9:23-24
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos