Ohamba ngobulungisa, othetha ubulungisa; ocekisayo ubutyebi bobubi, ovuthulula izandla zakhe ukuba angamkeli isicengo, ovingca iindlebe zakhe ukuba eve igazi, ocima amehlo akhe ukuba abone ububi; Uya kuhlala ezindaweni eziphakamileyo; Inqaba yakhe yingxonde yeengxondorha; uya kunikwa isonka; amanzi akhe omelela.
Funda uIsaya 33
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uIsaya 33:15-16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo