uIsaya 28:16

uIsaya 28:16 CXB24

Ngako oko itsho iNkosi uYehova ukuthi, Yabona, ndibeka eZiyon ilitye, ilitye locikido, ilitye elinqabileyo lembombo, loseko olusekiweyo; lowo ukholwayo akayi kungxama.