Wathi uYehova, Njengokuba uIsaya, umkhonzi wam, wahamba ze iminyaka emithathu, enganxibanga zihlangu iminyaka emithathu, waba ngumqondiso nomqondiso phezu kweYiputa nakwaKushi; Uya kuthi ke ukumkani waseAsiriya athabathe abathinjwa baseYiputa nabathinjwa bamaKushi, abaselula nabakhulileyo, beze, benganxibanga zimbadada, ewe, iindonga zizele, ukuze iYiputa ihlazeke.
Funda uIsaya 20
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uIsaya 20:3-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo