Wamwisela umthetho umalusi wendlu yakhe, esithi, Zizaliseni iindawo zala madoda ngokudla, njengoko zinako ukukhongozela, niyibeke imali yalowo nalowo emlonyeni wengxowa yakhe.
Funda iGenesis 44
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iGenesis 44:1
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo