uYosefu wababona abakhuluwa bakhe, wabazi, wazenza wasemzini kubo, wathetha nabo kalukhuni; wathi kubo, Nivela phi na? Bathi, Sivela ezweni lakwaKanan, size kuthenga ukudla
Funda iGenesis 42
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iGenesis 42:7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo