Waliva uThixo ilizwi lenkwenkwe; samemeza isithunywa sikaThixo kuHagare sisemazulwini, sathi kuye, Ukhathazwa yintoni na, Hagare? Musa ukoyika; ngokuba uThixo ulivile ilizwi lonyana apho akhona. Suka ume, uyiphakamise inkwenkwe, uyibambe ngesandla; ngokuba ndiya kumenza uhlanga olukhulu.
Funda iGenesis 21
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iGenesis 21:17-18
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo