Uya kuba luthuli ezweni lonke laseYiputa, abe sisibetho esijikajikayo phakathi kwabantu neenkomo ezweni lonke laseYiputa. Baluthabatha ke uthuthu lweziko, bema phambi koFaro; uMoses wayitshiza esibhakabhakeni; yaye yaba sisibetho esadumba ngamathumba ebantwini nasezilwanyaneni.
Funda iEksodus 9
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iEksodus 9:9-10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo