Bawisele umthetho oonyana bakaSirayeli, bazise kuwe ioli eqaqambileyo yeminquma engqushiweyo esiphathweni saso, ukuze sihlale sivutha isibane. Ententeni yokuhlangana, nganeno komkhusane, naphambi kwesingqino, woyicwangcisa ooAron noonyana bakhe le nto phambi koYehova, kuthabathele ngokuhlwa kude kuse: ngummiselo ongunaphakade ezizukulwaneni zabo, koonyana bakaSirayeli.
Funda iEksodus 27
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iEksodus 27:20-21
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo