Wathi ke uSeres umkakhe nezihlobo zakhe zonke kuye, Umthi mawuphakame ube ziikubhite ezimashumi mahlanu, uthethe kukumkani ngomso, ukuba uMordekayi axhonywe kuwo; emva koko atye kunye nokumkani ngovuyo. Yalunga loo nto emehlweni kaHaman; kwaye wenza ukuba kwenziwe umthi.
Funda uEstere 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uEstere 5:14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo