iNtshumayeli 2:24-25

iNtshumayeli 2:24-25 CXB24

Akukho nto ilungileyo ebantwini kunokuba badle, basele, ukuze umphefumlo wakhe ube nemihlali ngemisebenzi yakhe. Ndaphinda ndabona ukuba iphuma esandleni sikaThixo. Ngokuba ngubani na ongadlayo ngaphezu kwam, ngubani na ongangxamelayo khona?