Uthe ke uPetros, Hananiya, kungani na ukuba uSathana azalise intliziyo yakho, ukuba umxokise uMoya oyiNgcwele, ushinte kulo ixabiso lomhlaba? Xa ihleliyo, ibingeyakho na? Wakuba uyithengisile, ibingabisemandleni akho na? Yini na ukuba uyibeke le nto entliziyweni yakho? Akuxoke ebantwini, uxoke kuThixo. Ewavile ke uHananiya la mazwi, wawa, waphuma umphefumlo; kwabakho ukoyika okukhulu kubo bonke ababezivile ezi zinto.
Funda iZenzo 5
Share
Compare All Versions: iZenzo 5:3-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos