Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

KuTimoti 1 6:1-2

KuTimoti 1 6:1-2 CXB24

Onke ke amakhoboka aphantsi kwedyokhwe, ndinga ke angababalela abaniniwo ekuthini, bafanelwe yimbeko yonke, ukuze igama likaThixo nemfundiso inganyeliswa. Lawo ke ankosi zikholiweyo, makangazideli ngakuba zingabazalwana; kanye ke bakhonze, ngenxa yokuba bethembekile, beziintanda, babelana ngenzuzo. Bafundise ezi zinto, uvuselele.