Wathetha uSamuweli kwindlu yonke kaSirayeli, wathi, Xa nithe nabuyela kuYehova ngeentliziyo zenu zonke, basuseni phakathi kwenu oothixo bolunye uhlanga, noAshtaroti, nizimise iintliziyo zenu kuYehova, nikhonze yena yedwa uya kunihlangula esandleni samaFilisti.
Funda uSamuweli 1 7
Share
Compare All Versions: uSamuweli 1 7:3
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos