uMoya kaThixo wamfikela uSawule ekuyiveni kwakhe le nto, wavutha umsindo wakhe kunene. Wazithabatha iinkomo, wazityatya, wathuma abathunywa ezweni lonke lakwaSirayeli, esithi, Bonke abasukuba bengamlandeli uSawule noSamuweli, baya kwenjiwa njalo emazimeni abo. Ukoyikwa kukaYehova kwaba phezu kwabantu, bahamba bentliziyo-nye.
Funda uSamuweli 1 11
Share
Compare All Versions: uSamuweli 1 11:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos