IziKronike 1 28:9

IziKronike 1 28:9 CXB24

Ke wena, nyana wam Solomon, uze umazi uThixo kayihlo uze umkhonze ngentliziyo epheleleyo nangomoya wothando; ngokuba uYehova uyazicikida zonke iintliziyo, uziqonda zonke iingcamango; ukuba nithe namquqela, nofunyanwa; ukuba uthe watyeka kuye, wonilahla kuphele.