Gcoba kakulu, ntombi yase‐Ziyone! danduluka, ntombi yase‐Yerusaleme! bona ke, ukumkani wako uyeza kuwe; elungile, enosindiso, elulamile, ekwele eqwaṙasheni, kwa seqwaṙashaneni elilitole leqwaṙashekazi. Inqwelo ndiya kuyinqamla kwa‐Frayime, nehashe e‐Yerusaleme; siya kunqanyulwa nesipeta sokulwa; waeya kuteta uxolo kubaheyideni; nobukosi bake boba kwa selwandle kude kube selwandle, nakuwo umlambo kude kube sezincanyeni zomhlaba. Kanjako wena, ngegazi locebano lwako, ndibaku̔pile ababanjwa bako emnxunyeni ekungeko amanzi kuwo.
Funda U‐Zekariya 9
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Zekariya 9:9-11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo