U‐Zekariya 6:13

U‐Zekariya 6:13 XHO1902A

Kwa yona iya kuyaka itempile KAYEHOVA, ewe, yona iya kutwala ubungcwalisa, ihlale ipate ngobukosi pezu kweterone yayo; yoba ngumperisite pezu kweterone yayo kanjalo; necebo loxolo loba pakati kwezonto zombini.