Yena UMOYA ngokwake uyanqi̔nelana nomoya wetu, okokuba silusapo LUKATIXO. Kekaloku ukuba silusapo, sizindlalifa kanjalo; sizindlalifa KATIXO, nendlalifa kunye no‐Kristu; ukuba ke siyeva intlungu kunye naye, ukuze senzelwe ubungcwalisa kwa kunye naye.
Funda Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 8:16-17
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo