Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:18-19
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 5:18-19 XHO1902A
Ngako ke, njengokuba umgwebo ngaso isiposo sinye ubufikela bonke abantu kube kukugwetywa, kwa njalo nesipo sofefe ngesenzo esilungileyo sinye safikela bonke abantu kube kukugwetyelwa okunobomi. Ngokuba, njengokuba ngako ukungeva kwomntu emnye abaninzi benzwa aboni, kwa njalo nangako ukuva kwomnye abaninzi baya kwenzwa abalungileyo.