Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:1

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 12:1 XHO1902A

NDIYANIKUNGA ngoko, bazalwana! ngezibele ZIKATIXO, ukubaniyimisele imizimba yenu ibe lidini elipilileyo, elingcwele, elikolekileyo KUTIXO, okusisikonzo senu esifanelekileyo