Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 1:16
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 1:16 XHO1902A
Ngokuba ndingenantloni ngayo ivangeli ka‐Kristu: ngokuba ingamandla KATIXO lube lusindiswa kubo bonke abakolwayo; kwa kuye um‐Juda ukuqala, nakuye um‐Girike.