Kwaye kunikwa kuzo ukuba zingababulali, koko ukuba bambelwe inyanga zibe ntlanu: nokumbela kwazo bekunjengako ukumbela kwonomadudwane, akuhlaba umntu.
Funda Isityilo sika‐Johane 9
Share
Compare All Versions: Isityilo sika‐Johane 9:5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos