Isityilo sika‐Johane 20:13-14

Isityilo sika‐Johane 20:13-14 XHO1902A

Lwaza ulwandle lwanikela abafileyo abebekulo; kanjalo ukufa nehadesi zanikela abafileyo abebekuzo: bagwetywa ke bonke ngabanye ngokwemisebenzi yabo. Kwaza kwaposwa ukufa nehadesi ecibini lomlilo. Kuko oku okwesibini ukufa.