Isityilo sika‐Johane 13:14-15

Isityilo sika‐Johane 13:14-15 XHO1902A

Liti kanjako libakohlise abemiyo pezu kwomhlaba, ngenxa yemiqondiso leyo lanikwayo ukuyenza ebusweni balo ir̔amnco; lisitsho kubo abemiyo pezu kwomhlaba, ukuba mabalenzele umfanekiso elor̔amnco elibe linalo inxeba lesiṙele, lapila noko. Kwaye kunikwa kulo ukuba linike umpefumlo kuwo umfanekiso wer̔amnco elo, ukuze ke wona umfanekiso wer̔amnco elo ube nokuteta, wenze nokuba abo basukuba bengabedeshi umfanekiso wer̔amnco babulawe.