Kwaza kwanikwa lonkazana amapiko amabini okozi olukulu, ukuze ibaleke iye entlango, endaweni yayo, apo isondliwa kona ixesha, namaxesha, nesiqingata sexesha, ifihlwe ebusweni bayo inyoka. Yaza inyoka yawaku̔pela emva kwenkazana kuwo umlomo wayo amanzi njengomlambo, ukuze iyenze yona ikukuliswe ngumlambo. Kanti umhlaba wayisiza inkazana, wati umhlaba wakamisa umlomo wawo, wawuginya umlambo lowo inamba yawuku̔payo kuwo umlomo wayo.
Funda Isityilo sika‐Johane 12
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Isityilo sika‐Johane 12:14-16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo