Ndasuka ndaya kwingelosi leyo, ndati kuyo: Ndinike loncwadana. Yayisiti kum: Tabata, uyidle ugqibe, yaiya kusenza ṙaṙa isisu sako, koko emlonyeni wako iya kuba mnandi njengobusi. Ndaza ndayitabata loncwadana kuso isandla sengelosi leyo, ndayidla ndagqiba; yaibe emlonyeni wam injengobusi ukuba mnandi; naxeshekweni bendiyityile, saba ṙaṙa isisu sam.
Funda Isityilo sika‐Johane 10
Share
Compare All Versions: Isityilo sika‐Johane 10:9-10
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos