Amaculo 95:1-2

Amaculo 95:1-2 XHO1902A

YIZANI, masigcobe kuye UYEHOVA; masenze intsholo yovuyo kwilityekazi losindiswa lwetu. Masize ebusweni bake ngokubulela; masenze intsholo yovuyo kuye ngamaculo.