Amaculo 52:9
Amaculo 52:9 XHO1902A
Ndokudumisa kude kube ngunapakade, ngokuba ukwenzile oku; ndolinda nokulinda igama lako; ngokuba kulungile ebusweni babangcwele bako.