Amaculo 44:6-7

Amaculo 44:6-7 XHO1902A

Ngokuba ndingayi kutemba isipeta sam, neṙele lam aliyi kundisindisa. Nguwe osisindisileyo ezintshabeni zetu; nguwe obadanisileyo abo basitiyayo.