Amaculo 26:2-3

Amaculo 26:2-3 XHO1902A

Ndilinge, YEHOVA! undivavanye; cokisa izintso zam nentliziyo yam. Ngokuba ububele bako bupambi kwamehlo am: ndihambile nokuhamba enyanisweni yako.