Amaculo 18:2

Amaculo 18:2 XHO1902A

UYEHOVA uliliwa lam, nenqaba yam, nomkululi wam; UTIXO wam, ilityekazi lam; ndiya kutembela kuye: ikaka lam, nopondo lwosindiswa lwam, nenyango yam.