Amaculo 142:5

Amaculo 142:5 XHO1902A

Ndalilela kuwe, YEHOVA! ndati: Nguwe indawo yam yokupepela, nesabelwa sam emhlabeni wabapilileyo.