U‐Nehemiya 1:6

U‐Nehemiya 1:6 XHO1902A

maike indlebe yako ipulapuleke, namehlo ako avuleke, ukuba uyive intandazo yesicaka sako, endiyitandazayo ebusweni bako namhla, imini nobusuku, ngenxa yosapo luka‐Sirayeli izicaka zako, ndizixela izono zosapo luka‐Sirayeli, esonileyo ngakuwe ngazo: sonile nati, mna nendlu kabawo.