Waza wati kubo: Yizani nina nedwa ngasese endaweni elubala, nize nipumle kube ngumzuzwana: ngokuba bebebaninzi ababesiza nababehamba, bada ababi nalo ixesha elifaneleyo nokuba batye.
Funda Ivangeli ka‐Maraki 6
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Maraki 6:31
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo