Waza wavuka wakalimela umoya, wati kulwandle: Tutu, yiti cwaka! Wadamba ke umoya, kwaza kwabako ukuzola okukulu. Wayesiti kubo: Yinina ukuba ninobugwala obungakanana? kunganina lento ningenalo ukolo?
Funda Ivangeli ka‐Maraki 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Maraki 4:39-40
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo