Ivangeli ka‐Maraki 13:8

Ivangeli ka‐Maraki 13:8 XHO1902A

Ngokuba uhlanga luya kuvukela uhlanga, nobukumkani buya kuvukela ubukumkani; zaziya kubako izingcangcazelo zomhlaba ngendawo ngendawo; zobako kanjalo indlala nezipitipiti: ziziqalo zenimba ezizinto.