Ivangeli ka‐Maraki 11:25

Ivangeli ka‐Maraki 11:25 XHO1902A

Naxeshekweni nimi nitandaza, xolelani, ukuba ninendawo ngasemntwini; ukuze ati NOYIHLO osezulwini anixolele nina iziposo zenu.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne Ivangeli ka‐Maraki 11:25