Waza u‐Petrosi wakumbula ilizwi lika‐Yesu, abelitshilo kuye ukuti: Ingekalili inkuku, uya kundikanyela katatu. Waselepuma ngapandle, walila ngento ebuṙaṙa.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 26
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 26:75
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo