Ivangeli ka‐Mateyu 26:39
Ivangeli ka‐Mateyu 26:39 XHO1902A
Waza waya umganyana ngapambili, wawa ngobuso bake, etandaza, esiti nokuti: Bawo! ukuba kungenzeka, makudlule kum indebe le: noko makungabi njengokuba nditanda mna, makube njengokuba utanda wena.