Ivangeli ka‐Mateyu 23:25

Ivangeli ka‐Mateyu 23:25 XHO1902A

Kwoba nzima kuni, baba̔li nabafarisi, zihanahanisi! ukuba nihlambulula indebe nesitya ngapandle, kanti ngapakati zizele bubupanga nobuncwangu.