Wapendula wati kubo: Anileseshanga na ukuba umdali wabenza kwa sekuqalekeni indoda nomfazi, waza wati: Ngenxa yoku umntu uya kushiya uyise nonina, anamatele emfazini wake, baze abo babini babe yinyama nye?
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 19
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 19:4-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo