Nabo bonke abashiyileyo izindlu, umhlaumbi abaninawe, umhlaumbi odade, umhlaumbi uyise, umhlaumbi unina, umhlaumbi umfazi, umhlaumbi abantwana, umhlaumbi amasimi, ngenxa yegama lam, baya kwamkela ngekulu, balidle ilifa lobomi obungunapakade.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 19
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 19:29
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo