Kanti izinto ezipumayo emlonyeni zivela entliziyweni, ziti ezo ke zinco̔lise umntu. Ngokuba kuvela entliziyweni izicamango ezikohlakeleyo, izibulalo, iziṙexezo, imibulo, izibo̔, ukunqi̔na okubuxoki, izigxeko
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 15
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 15:18-19
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo