Ivangeli ka‐Mateyu 14:28-29
Ivangeli ka‐Mateyu 14:28-29 XHO1902A
Waza u‐Petrosi wapendula kuye wati: Nkosi! ukuba nguwe, xela ukuba ndize kuwe pezu kwamanzi. Wayesiti: Yiza. Waza wehla u‐Petrosi enqanaweni, wahamba pezu kwamanzi, ukuya ku‐Yesu.