Ivangeli ka‐Mateyu 11:27

Ivangeli ka‐Mateyu 11:27 XHO1902A

Zonke izinto zinikelwe kum NGUBAWO: kanjako akuko mntu omaziyo UNYANA, kupela NGUYISE; NOYISE akuko mntu omaziyo, kupela NGUNYANA, nosukuba UNYANA etanda ukumtyilela yena.