Ivangeli ka‐Luke 9:28-29

Ivangeli ka‐Luke 9:28-29 XHO1902A

Kwaye kute intsuku zingati zisibozo emveni kweziziteto, watabata naye u‐Petrosi, no‐Johane, no‐Yakobi, wenyukela entabeni ukuya kutandaza. Kwati ekutandazeni kwake ukubonakala kwobuso bake kwenziwa ngakumbi, nokuvata kwake kwaba kubengezela ngokumhlope.